Yohane 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ukuba ndiyemka ndize ndinilungiselele indawo, ndiya kuza kwakhona+ ndize ndinamkelele kum ekhaya,+ ukuze apho ndikhoyo mna nibe lapho nani.+ Yohane 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Bawo, mayela noko undinike kona, ndinqwenela ukuba, apho ndikhoyo mna, nabo babe kunye nam,+ ukuze balubone uzuko lwam ondinike lona, ngenxa yokuba wandithanda phambi kokusekwa+ kwehlabathi.+ 1 Tesalonika 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Emva koko thina baphilayo, basaseleyo, siya kuthatyathelwa+ emafini,+ ndawonye nabo,+ ukuze sihlangabeze+ iNkosi esibhakabhakeni; size ke sisoloko sikunye neNkosi.+
3 Ukuba ndiyemka ndize ndinilungiselele indawo, ndiya kuza kwakhona+ ndize ndinamkelele kum ekhaya,+ ukuze apho ndikhoyo mna nibe lapho nani.+
24 Bawo, mayela noko undinike kona, ndinqwenela ukuba, apho ndikhoyo mna, nabo babe kunye nam,+ ukuze balubone uzuko lwam ondinike lona, ngenxa yokuba wandithanda phambi kokusekwa+ kwehlabathi.+
17 Emva koko thina baphilayo, basaseleyo, siya kuthatyathelwa+ emafini,+ ndawonye nabo,+ ukuze sihlangabeze+ iNkosi esibhakabhakeni; size ke sisoloko sikunye neNkosi.+