Mateyu 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko ke zonke izinto abanixelela zona,+ zenzeni, nizigcine, kodwa ningenzi ngokwezenzo zabo,+ kuba bathetha baze bangenzi. Filipi 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Hlalani ninesi simo sengqondo wayenaso noKristu Yesu,+ 1 Petros 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Enyanisweni, nabizelwa kulo eli khondo, kuba noKristu wabandezeleka ngenxa yenu,+ enishiya nomzekelo, ukuze nilandele emanyathelweni akhe ngokusondeleyo.+ 1 Yohane 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Lowo uthi uhleli emanyene+ naye ubophelelekile ukuba naye ngokwakhe aqhubeke ehamba kanye njengoko yena lowo wahambayo.+
3 Ngoko ke zonke izinto abanixelela zona,+ zenzeni, nizigcine, kodwa ningenzi ngokwezenzo zabo,+ kuba bathetha baze bangenzi.
21 Enyanisweni, nabizelwa kulo eli khondo, kuba noKristu wabandezeleka ngenxa yenu,+ enishiya nomzekelo, ukuze nilandele emanyathelweni akhe ngokusondeleyo.+
6 Lowo uthi uhleli emanyene+ naye ubophelelekile ukuba naye ngokwakhe aqhubeke ehamba kanye njengoko yena lowo wahambayo.+