Yohane 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wakutsho oku, kungekhona ngenxa yokuba wayexhalabele amahlwempu, kodwa ngenxa yokuba wayelisela+ yaye wayenebhokisi yemali+ ibe wayedla ngokuyithabatha imali eyayifakwa kuyo.
6 Wakutsho oku, kungekhona ngenxa yokuba wayexhalabele amahlwempu, kodwa ngenxa yokuba wayelisela+ yaye wayenebhokisi yemali+ ibe wayedla ngokuyithabatha imali eyayifakwa kuyo.