Roma 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musani ukuba natyala lanto nakubani na,+ ngaphandle kwelokuthandana;+ kuba lowo ulithandayo idlelane lakhe uwuzalisekisile umthetho.+ 1 Korinte 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Uthando aluze lutshitshe.+ Kodwa enoba kukho iziphiwo zokuprofeta, ziya kubhangiswa; enoba kukho iilwimi, ziya kuphela; enoba kukho ulwazi, luya kubhangiswa.+ Galati 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Qhubekani nithwala elowo uxanduva+ lomnye, yaye ngokwenjenjalo noba nizalisekisa umthetho kaKRISTU.+ 1 Yohane 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ukuba umntu uthi: “Ndiyamthanda uThixo,” kodwa abe emthiyile umzalwana wakhe, ulixoki.+ Kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe,+ ambonileyo, akanako ukumthanda uThixo, angambonanga.+
8 Musani ukuba natyala lanto nakubani na,+ ngaphandle kwelokuthandana;+ kuba lowo ulithandayo idlelane lakhe uwuzalisekisile umthetho.+
8 Uthando aluze lutshitshe.+ Kodwa enoba kukho iziphiwo zokuprofeta, ziya kubhangiswa; enoba kukho iilwimi, ziya kuphela; enoba kukho ulwazi, luya kubhangiswa.+
2 Qhubekani nithwala elowo uxanduva+ lomnye, yaye ngokwenjenjalo noba nizalisekisa umthetho kaKRISTU.+
20 Ukuba umntu uthi: “Ndiyamthanda uThixo,” kodwa abe emthiyile umzalwana wakhe, ulixoki.+ Kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe,+ ambonileyo, akanako ukumthanda uThixo, angambonanga.+