IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 11:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo,+ yaye akukho bani umazi ngokupheleleyo uNyana ngaphandle kukaBawo,+ kungekho nabani na umazi ngokupheleleyo uBawo ngaphandle kukaNyana naye nabani na lowo uNyana athanda ukumtyhila kuye.+

  • Yohane 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Akukho mntu umbonileyo uThixo nangaliphi na ixesha;+ uthixo+ okuphela kozelweyo osesifubeni+ kuYise ngulowo umcacisileyo.+

  • Yohane 8:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko ke bathi kuye: “Uphi na uYihlo?” UYesu waphendula wathi: “Anindazi mna ningamazi noBawo.+ Ukuba benindazile, beniya kumazi noBawo.”+

  • 1 Yohane 4:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Akukho bani uye wambona uThixo nangaliphi na ixesha.+ Ukuba siqhubeka sithandana, uThixo uhleli kuthi yaye uthando lwakhe lwenziwa lugqibelele kuthi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share