IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 13:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ndininika umyalelo omtsha, wokuba nithandane; kanye njengoko ndinithandileyo mna,+ ukuba nani nithandane.+

  • Yohane 15:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ukuba niyayigcina imiyalelo yam,+ niya kuhlala eluthandweni lwam, kanye njengoko nam ndiyigcinile imiyalelo kaBawo+ ndaza ndahlala eluthandweni lwakhe.

  • Yakobi 1:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Noko ke, yibani ngabenzi belizwi,+ ningabi ngabevayo kuphela, nizikhohlisa ngokuqiqa okuphosakeleyo.+

  • 1 Yohane 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba ukumthanda+ uThixo kuko ukuthi, siyigcine imiyalelo yakhe;+ kwaye ayinzima imiyalelo yakhe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share