Mateyu 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 kuba asinini abathethayo, kodwa ngumoya kaYihlo othetha ngani.+ Yohane 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Noko ke, xa efika yena, umoya wenyaniso,+ uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso, kuba akayi kuthetha ngokwentshukumisa yakhe, kodwa uya kuthetha izinto azivileyo, yaye uya kuvakalisa kuni izinto ezizayo.+ 1 Korinte 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke thina samkela, kungekhona umoya+ wehlabathi, kodwa umoya+ ovela kuThixo, ukuze sizazi izinto esizinikwe ngobubele nguThixo.+ 1 Yohane 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke nina, njengoko enithambisile,+ akukho mfuneko yokuba nifundiswe nangubani na;+ kodwa, ekubeni ngokunithambisa kwakhe enifundise zonke izinto,+ yaye imfundiso yakhe iyinyaniso+ ingebobuxoki, hlalani ke nimanyene+ naye.
13 Noko ke, xa efika yena, umoya wenyaniso,+ uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso, kuba akayi kuthetha ngokwentshukumisa yakhe, kodwa uya kuthetha izinto azivileyo, yaye uya kuvakalisa kuni izinto ezizayo.+
12 Ke thina samkela, kungekhona umoya+ wehlabathi, kodwa umoya+ ovela kuThixo, ukuze sizazi izinto esizinikwe ngobubele nguThixo.+
27 Ke nina, njengoko enithambisile,+ akukho mfuneko yokuba nifundiswe nangubani na;+ kodwa, ekubeni ngokunithambisa kwakhe enifundise zonke izinto,+ yaye imfundiso yakhe iyinyaniso+ ingebobuxoki, hlalani ke nimanyene+ naye.