Yohane 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa ukuba ndiyayenza, kwanakuba ningandikholelwa, yikholelweni imisebenzi,+ ukuze nazi yaye niqhubeke nisazi ukuba uBawo umanyene nam, nam ndimanyene noBawo.”+ Yohane 17:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ukuze bonke babe banye,+ kanye njengoko wena, Bawo, umanyene nam yaye nam ndimanyene nawe,+ ukuze nabo bamanyane nathi,+ ukuze ihlabathi libe nokukholelwa ukuba ndithunywe nguwe.+
38 Kodwa ukuba ndiyayenza, kwanakuba ningandikholelwa, yikholelweni imisebenzi,+ ukuze nazi yaye niqhubeke nisazi ukuba uBawo umanyene nam, nam ndimanyene noBawo.”+
21 ukuze bonke babe banye,+ kanye njengoko wena, Bawo, umanyene nam yaye nam ndimanyene nawe,+ ukuze nabo bamanyane nathi,+ ukuze ihlabathi libe nokukholelwa ukuba ndithunywe nguwe.+