IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+

  • Luka 19:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa abemi abangoowabo babemthiyile+ baza bathumela igqiza loonozakuzaku emva kwakhe, ukuya kuthi, ‘Asifuni ukuba lo mntu abe ngukumkani phezu kwethu.’+

  • Yohane 17:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndibanikile ilizwi lakho, kodwa ihlabathi liye labathiya,+ ngenxa yokuba abayonxalenye yehlabathi, kanye njengoko nam ndingeyonxalenye yehlabathi.+

  • 1 Yohane 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Musani ukumangaliswa, bazalwana, kukuba ihlabathi linithiyile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share