Mateyu 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+ IZenzo 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 USawule wayekholiswa kukubulawa kwakhe.+ Ngaloo mhla kwavela intshutshiso+ enkulu nxamnye nebandla elaliseYerusalem; bonke ngaphandle kwabapostile bachithachitheka+ kuyo yonke imimandla yelakwaYuda neSamariya. IZenzo 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wambulala uYakobi umntakwabo Yohane+ ngekrele.+ IZenzo 26:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndandibohlwaya izihlandlo ezininzi kuzo zonke izindlu zesikhungu+ ndizama ukubanyanzela ukuba balukhanyele ukholo; yaye ekubeni ndandinengcwangu ngakubo, ndandide ndiye kubatshutshisa kwanakwizixeko ezingaphandle.
9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+
8 USawule wayekholiswa kukubulawa kwakhe.+ Ngaloo mhla kwavela intshutshiso+ enkulu nxamnye nebandla elaliseYerusalem; bonke ngaphandle kwabapostile bachithachitheka+ kuyo yonke imimandla yelakwaYuda neSamariya.
11 Ndandibohlwaya izihlandlo ezininzi kuzo zonke izindlu zesikhungu+ ndizama ukubanyanzela ukuba balukhanyele ukholo; yaye ekubeni ndandinengcwangu ngakubo, ndandide ndiye kubatshutshisa kwanakwizixeko ezingaphandle.