Mateyu 28:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokukhawuleza bemka kwingcwaba lenkumbulo, benoloyiko novuyo olukhulu, babaleka ukuya kuxela kubafundi bakhe.+ Luka 24:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Kodwa ngoxa babengekakholelwa+ ngenxa yovuyo olupheleleyo yaye bemangalisiwe, wathi kubo: “Ninanto idliwayo na apha?”+ Yohane 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye emva kokutsho oku wababonisa izandla zakhe necala lakhe.+ Bandula ke abafundi banemihlali+ ngokubona iNkosi.
8 Ngokukhawuleza bemka kwingcwaba lenkumbulo, benoloyiko novuyo olukhulu, babaleka ukuya kuxela kubafundi bakhe.+
41 Kodwa ngoxa babengekakholelwa+ ngenxa yovuyo olupheleleyo yaye bemangalisiwe, wathi kubo: “Ninanto idliwayo na apha?”+
20 Yaye emva kokutsho oku wababonisa izandla zakhe necala lakhe.+ Bandula ke abafundi banemihlali+ ngokubona iNkosi.