IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 umele uwuve usemazulwini, kwindawo ohlala kuyo emisiweyo,+ umthandazo wabo nokucela kwabo ubabalo, yaye umele ubagwebele,+

  • INdumiso 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+

      UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+

      Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu.

  • Yohane 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 yena, esazi ukuba uYise wanikela zonke izinto ezandleni zakhe+ nokuba waphuma kuThixo yaye wayesiya kuThixo,+

  • Hebhere 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba uKristu wangena, kungekhona kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenkqu ngenxa yethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share