Yohane 6:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Kuko oku ukuthanda kwalowo wandithumayo, ukuba ndingalahlekelwa nto kuko konke oko andinike kona kodwa ndikuvuse+ ngomhla wokugqibela. Yohane 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ndizinika ubomi obungunaphakade,+ yaye aziyi kuze zitshatyalaliswe,+ kungekho namnye uya kuzixhwila esandleni sam.+ 1 Yohane 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Siyazi ukuba bonke abantu abazelwe nguThixo+ abasiqheliseli isono, kuba Lowo+ uzelweyo nguThixo ungumlindi wabo, ngoko ke ongendawo akanandlela yakubambelela nkqi kubo.+
39 Kuko oku ukuthanda kwalowo wandithumayo, ukuba ndingalahlekelwa nto kuko konke oko andinike kona kodwa ndikuvuse+ ngomhla wokugqibela.
28 Ndizinika ubomi obungunaphakade,+ yaye aziyi kuze zitshatyalaliswe,+ kungekho namnye uya kuzixhwila esandleni sam.+
18 Siyazi ukuba bonke abantu abazelwe nguThixo+ abasiqheliseli isono, kuba Lowo+ uzelweyo nguThixo ungumlindi wabo, ngoko ke ongendawo akanandlela yakubambelela nkqi kubo.+