Marko 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Enyanisweni, uNyana womntu uyemka, kanye njengokuba kubhaliwe ngaye, kodwa yeha loo mntu angcatshwa ngaye uNyana womntu! Ngekumlungele loo mntu ukuba wayengazange azalwe.”+ Hebhere 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 kodwa siya kulindelwa ngumgwebo owoyikekayo+ nekhwele lomlilo eliya kubadla abo bachasayo.+
21 Enyanisweni, uNyana womntu uyemka, kanye njengokuba kubhaliwe ngaye, kodwa yeha loo mntu angcatshwa ngaye uNyana womntu! Ngekumlungele loo mntu ukuba wayengazange azalwe.”+