IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 wafika wahlala kwisixeko esigama liyiNazarete,+ ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngabaprofeti kwathiwa: “Uya kubizwa ngokuba ngumNazarete.”+

  • Marko 1:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 esithi: “Sinantoni na yakwenza nawe, Yesu wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele+ kaThixo.”+

  • Marko 10:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Wathi akuva ukuba yayinguYesu umNazarete, wakhwaza wathi: “Yesu, Nyana kaDavide,+ yiba nenceba kum!”+

  • Marko 14:67
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 67 yaye, sibona uPetros esotha, sakhangela ngqo kuye saza sathi: “Nawe, ubukunye nomNazarete, lo Yesu.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share