Yohane 6:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Kuko oku ukuthanda kwalowo wandithumayo, ukuba ndingalahlekelwa nto kuko konke oko andinike kona kodwa ndikuvuse+ ngomhla wokugqibela. Yohane 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Xa bendinabo bendifudula ndibalinda+ ngenxa yegama lakho ondinike lona; yaye ndiye ndabagcina, akwatshabalala+ namnye kubo ngaphandle konyana wentshabalalo,+ ukuze isibhalo sizaliseke.+
39 Kuko oku ukuthanda kwalowo wandithumayo, ukuba ndingalahlekelwa nto kuko konke oko andinike kona kodwa ndikuvuse+ ngomhla wokugqibela.
12 Xa bendinabo bendifudula ndibalinda+ ngenxa yegama lakho ondinike lona; yaye ndiye ndabagcina, akwatshabalala+ namnye kubo ngaphandle konyana wentshabalalo,+ ukuze isibhalo sizaliseke.+