Mateyu 26:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+ Luka 22:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Kodwa uYesu wathi: “Yekani, kwanele.” Yaye wayichukumisa indlebe waza waliphilisa.+ Yohane 18:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 UYesu waphendula wathi:+ “Ubukumkani bam abuyonxalenye yeli hlabathi.+ Ukuba ubukumkani bam bebuyinxalenye yeli hlabathi, abalindi bam bebeya kulwa+ ukuze ndinganikelwa kumaYuda. Kodwa ubukumkani bam abusuki kulo mthombo.”
52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+
36 UYesu waphendula wathi:+ “Ubukumkani bam abuyonxalenye yeli hlabathi.+ Ukuba ubukumkani bam bebuyinxalenye yeli hlabathi, abalindi bam bebeya kulwa+ ukuze ndinganikelwa kumaYuda. Kodwa ubukumkani bam abusuki kulo mthombo.”