Yohane 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, xa ababingeleli abaziintloko namagosa bambonayo, bakhwaza, besithi: “Mbethelele! Mbethelele!”+ UPilato wathi kubo: “Mthabatheni nina nize nimbethelele, kuba andifumani nasiphi na isiphoso kuye.”+ IZenzo 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 makwazeke kuni nonke nakubo bonke abantu bakwaSirayeli, ukuba egameni likaYesu Kristu umNazarete,+ enambethelelayo+ kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo,+ kungaye lo athe lo mntu wema apha phambi kwenu ephilile.
6 Noko ke, xa ababingeleli abaziintloko namagosa bambonayo, bakhwaza, besithi: “Mbethelele! Mbethelele!”+ UPilato wathi kubo: “Mthabatheni nina nize nimbethelele, kuba andifumani nasiphi na isiphoso kuye.”+
10 makwazeke kuni nonke nakubo bonke abantu bakwaSirayeli, ukuba egameni likaYesu Kristu umNazarete,+ enambethelelayo+ kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo,+ kungaye lo athe lo mntu wema apha phambi kwenu ephilile.