IZenzo 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko uAnaniyas wemka waza wangena endlwini, wambeka izandla wathi: “Sawule, mzalwana, iNkosi, uYesu obonakele kuwe endleleni obusiza ngayo, indithumile, ukuze ubuye ubone uze uzaliswe ngumoya oyingcwele.”+
17 Ngoko uAnaniyas wemka waza wangena endlwini, wambeka izandla wathi: “Sawule, mzalwana, iNkosi, uYesu obonakele kuwe endleleni obusiza ngayo, indithumile, ukuze ubuye ubone uze uzaliswe ngumoya oyingcwele.”+