Mateyu 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kaloku, niya kurholelwa phambi kweerhuluneli nookumkani+ ngenxa yam, ukuze kube bubungqina+ kubo nakwiintlanga. 1 Petros 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa ngcwalisani uKRISTU njengeNkosi ezintliziyweni zenu,+ nisoloko nikulungele ukuzithethelela+ phambi kwakhe wonk’ ubani ofuna kuni isizathu sethemba elikuni, kodwa nisenjenjalo ngomoya wobulali+ nentlonelo enzulu.
18 Kaloku, niya kurholelwa phambi kweerhuluneli nookumkani+ ngenxa yam, ukuze kube bubungqina+ kubo nakwiintlanga.
15 Kodwa ngcwalisani uKRISTU njengeNkosi ezintliziyweni zenu,+ nisoloko nikulungele ukuzithethelela+ phambi kwakhe wonk’ ubani ofuna kuni isizathu sethemba elikuni, kodwa nisenjenjalo ngomoya wobulali+ nentlonelo enzulu.