IZenzo 23:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ndafumanisa ukuba imangalelwa ngemibandela yoMthetho wawo,+ kodwa ingamangalelwa nangenye into efanela ukufa okanye imixokelelwane.+ IZenzo 25:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa ndaqonda ukuba akenzanga nto ifanele ukufa.+ Ngoko xa lo mntu ngokwakhe wabhenela+ kuLowo uyiNgangamsha, ndagqiba kwelokuba ndimthumele.
29 Ndafumanisa ukuba imangalelwa ngemibandela yoMthetho wawo,+ kodwa ingamangalelwa nangenye into efanela ukufa okanye imixokelelwane.+
25 Kodwa ndaqonda ukuba akenzanga nto ifanele ukufa.+ Ngoko xa lo mntu ngokwakhe wabhenela+ kuLowo uyiNgangamsha, ndagqiba kwelokuba ndimthumele.