Luka 4:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngoko wema phezu kwakhe waza wawukhalimela umkhuhlane,+ waphela. Ngephanyazo waphakama waza wabalungiselela.+
39 Ngoko wema phezu kwakhe waza wawukhalimela umkhuhlane,+ waphela. Ngephanyazo waphakama waza wabalungiselela.+