IZenzo 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ndiyakuvuma oku kuwe, ukuba ndinikela inkonzo engcwele kuTHIXO wookhokho bakowethu+ ngokulandela indlela abayibiza ngokuba ‘lihlelo,’ njengoko ndizikholelwa zonke izinto ezibekwe eMthethweni+ nezibhalwe kubaProfeti;
14 Kodwa ndiyakuvuma oku kuwe, ukuba ndinikela inkonzo engcwele kuTHIXO wookhokho bakowethu+ ngokulandela indlela abayibiza ngokuba ‘lihlelo,’ njengoko ndizikholelwa zonke izinto ezibekwe eMthethweni+ nezibhalwe kubaProfeti;