Luka 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 USimeyon wabasikelela, kodwa wathi kuMariya unina: “Khangela! Lo ubekelwe ukuwa+ nokuvuka kwabaninzi kwaSirayeli+ nokuba ngumqondiso ochasiweyo+ Yohane 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ukuba beniyinxalenye yehlabathi, ihlabathi beliya kukuthanda oko kukokwalo.+ Ke ngenxa yokuba ningeyonxalenye yehlabathi,+ kodwa ndininyulile mna naphuma kulo ihlabathi, ngenxa yoko linithiyile ihlabathi.+
34 USimeyon wabasikelela, kodwa wathi kuMariya unina: “Khangela! Lo ubekelwe ukuwa+ nokuvuka kwabaninzi kwaSirayeli+ nokuba ngumqondiso ochasiweyo+
19 Ukuba beniyinxalenye yehlabathi, ihlabathi beliya kukuthanda oko kukokwalo.+ Ke ngenxa yokuba ningeyonxalenye yehlabathi,+ kodwa ndininyulile mna naphuma kulo ihlabathi, ngenxa yoko linithiyile ihlabathi.+