Duteronomi 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndiya kubavelisela umprofeti ophuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe;+ yaye eneneni ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakhe,+ aze ngokuqinisekileyo athethe kubo konke endiya kumyalela kona.+ IZenzo 7:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “Lo ngulo Moses wathi koonyana bakaSirayeli, ‘UThixo uya kunivelisela phakathi kwabazalwana benu umprofeti onjengam.’+
18 Ndiya kubavelisela umprofeti ophuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe;+ yaye eneneni ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakhe,+ aze ngokuqinisekileyo athethe kubo konke endiya kumyalela kona.+
37 “Lo ngulo Moses wathi koonyana bakaSirayeli, ‘UThixo uya kunivelisela phakathi kwabazalwana benu umprofeti onjengam.’+