IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 118:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ilitye abaligatyayo abakhi+

      Liye laba yintloko yembombo.+

  • Isaya 28:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndibeka ilitye+ lesiseko eZiyon,+ ilitye elilingiweyo,+ imbombo exabisekileyo+ yesiseko esiqinisekileyo.+ Akukho namnye ubonisa ukholo uya kuphakuzela.+

  • Mateyu 21:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 UYesu wathi kubo: “Anizange nifunde na eZibhalweni ukuba, ‘Ilitye abaligatyayo+ abakhi lilo elaba lilitye lembombo eliyintloko.+ Oku kuvela kuYehova, yaye kuyamangalisa emehlweni ethu’?

  • 1 Petros 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Uxabisekile ke kuni, nina bakholwayo; kodwa kwabo bangakholwayo, “lisuke eli litye baligatyayo+ abakhi laba yintloko yembombo,”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share