Daniyeli 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Ndaqhubeka ndibona emibonweni yasebusuku, nanko kusiza ngamafu+ amazulu uthile onjengonyana womntu;+ waza wafikelela kuNyangelemihla,+ bamsondeza ke kanye phambi Kwakhe.+ Mateyu 26:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 UYesu wathi+ kuye: “Nawe utsho.+ Kodwa ndithi kuni, Ukususela ngoku+ niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza ngamafu ezulu.”+ ISityhilelo 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Khangela! Uza ngamafu,+ yaye onke amehlo aya kumbona,+ nabo bamhlabayo;+ zize zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisentlungwini ngenxa yakhe.+ Ewe, Amen.
13 “Ndaqhubeka ndibona emibonweni yasebusuku, nanko kusiza ngamafu+ amazulu uthile onjengonyana womntu;+ waza wafikelela kuNyangelemihla,+ bamsondeza ke kanye phambi Kwakhe.+
64 UYesu wathi+ kuye: “Nawe utsho.+ Kodwa ndithi kuni, Ukususela ngoku+ niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza ngamafu ezulu.”+
7 Khangela! Uza ngamafu,+ yaye onke amehlo aya kumbona,+ nabo bamhlabayo;+ zize zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisentlungwini ngenxa yakhe.+ Ewe, Amen.