Yohane 12:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Noko kunjalo, abaninzi kwanakubalawuli okunene bakholwa kuye,+ kodwa ngenxa yabaFarisi babengayi kumvuma yena, ukuze bangagxothwa kwindlu yesikhungu;+ IZenzo 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kanti, bambi kwabo behlelo labaFarisi ababekholiwe baphakama kwizihlalo zabo baza bathi: “Kuyimfuneko ukuba baluswe+ baze bayalelwe ukuba bagcine umthetho kaMoses.”+
42 Noko kunjalo, abaninzi kwanakubalawuli okunene bakholwa kuye,+ kodwa ngenxa yabaFarisi babengayi kumvuma yena, ukuze bangagxothwa kwindlu yesikhungu;+
5 Kanti, bambi kwabo behlelo labaFarisi ababekholiwe baphakama kwizihlalo zabo baza bathi: “Kuyimfuneko ukuba baluswe+ baze bayalelwe ukuba bagcine umthetho kaMoses.”+