Mateyu 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko uYesu weza eYordan kuYohane evela eGalili,+ ukuze abhaptizwe+ nguye. IZenzo 10:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Niyawazi umxholo ekwakuthethwa ngawo kulo lonke elakwaYuda, ukuqalela eGalili emva kobhaptizo uYohane awayelushumayela,+
37 Niyawazi umxholo ekwakuthethwa ngawo kulo lonke elakwaYuda, ukuqalela eGalili emva kobhaptizo uYohane awayelushumayela,+