IZenzo 13:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye abafundi baqhubeka bezaliswa luvuyo+ nomoya oyingcwele. IZenzo 22:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 weza kum kwaye, emi ngakum, wathi kum, ‘Sawule, mzalwana, phinda ubone!’+ Yaye ndakhangela kuye kanye ngelo lixa.
13 weza kum kwaye, emi ngakum, wathi kum, ‘Sawule, mzalwana, phinda ubone!’+ Yaye ndakhangela kuye kanye ngelo lixa.