Marko 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kumele kushunyayelwe iindaba ezilungileyo+ kuzo zonke iintlanga kuqala.+ Efese 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Mna mntu ungaphantsi+ nakoyena mncinane kubo bonke abo bangcwele, ndanikwa obu bubele bungasifanelanga,+ ukuze ndivakalise kuzo iintlanga+ iindaba ezilungileyo ezingobutyebi+ obungenakuqondwa bukaKRISTU
8 Mna mntu ungaphantsi+ nakoyena mncinane kubo bonke abo bangcwele, ndanikwa obu bubele bungasifanelanga,+ ukuze ndivakalise kuzo iintlanga+ iindaba ezilungileyo ezingobutyebi+ obungenakuqondwa bukaKRISTU