IZenzo 2:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 bemdumisa uThixo kwaye bekholeka ebantwini bonke.+ Kwangaxeshanye uYehova waqhubeka ehlomela+ kubo mihla le abo basindiswayo.+ IZenzo 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Noko ke, abaninzi kwabo babephulaphule intetho bakholwa,+ yaye inani lamadoda laba malunga namawaka amahlanu.+ IZenzo 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngokungakumbi kunoko, amakholwa eNkosini ongezeleleka, inkitha yamadoda neyabafazi;+ IZenzo 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.
47 bemdumisa uThixo kwaye bekholeka ebantwini bonke.+ Kwangaxeshanye uYehova waqhubeka ehlomela+ kubo mihla le abo basindiswayo.+
4 Noko ke, abaninzi kwabo babephulaphule intetho bakholwa,+ yaye inani lamadoda laba malunga namawaka amahlanu.+
31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.