Mateyu 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga+ nobukumkani buvukelane nobukumkani,+ yaye kuya kubakho ukunqongophala kokutya+ neenyikima zomhlaba+ kwiindawo ngeendawo. Luka 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngokomzekelo, ndinixelela inyaniso, Kwakukho abahlolokazi abaninzi kwaSirayeli ngemihla kaEliya, xa izulu lavalekayo iminyaka emithathu neenyanga ezintandathu, kwaza kwabakho indlala enkulu kulo lonke ilizwe,+
7 “Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga+ nobukumkani buvukelane nobukumkani,+ yaye kuya kubakho ukunqongophala kokutya+ neenyikima zomhlaba+ kwiindawo ngeendawo.
25 Ngokomzekelo, ndinixelela inyaniso, Kwakukho abahlolokazi abaninzi kwaSirayeli ngemihla kaEliya, xa izulu lavalekayo iminyaka emithathu neenyanga ezintandathu, kwaza kwabakho indlala enkulu kulo lonke ilizwe,+