Mateyu 20:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wathi kubo: “Eneneni niya kuyisela indebe yam,+ kodwa kona ukuhlala ngasekunene kwam nangasekhohlo kwam asikokwam ukunikisa ngako, kokwabo kulungiselelwe bona nguBawo.”+ Luka 11:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Kungenxa yoko le nto ubulumko+ bukaThixo bukwathi, ‘Ndiza kuthumela kubo abaprofeti nabapostile, yaye bambi kubo baya kubabulala baze babatshutshise,
23 Wathi kubo: “Eneneni niya kuyisela indebe yam,+ kodwa kona ukuhlala ngasekunene kwam nangasekhohlo kwam asikokwam ukunikisa ngako, kokwabo kulungiselelwe bona nguBawo.”+
49 Kungenxa yoko le nto ubulumko+ bukaThixo bukwathi, ‘Ndiza kuthumela kubo abaprofeti nabapostile, yaye bambi kubo baya kubabulala baze babatshutshise,