IZenzo 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa amaYuda angakholwanga axhokonxa+ abantu beentlanga, abafaka umoya ombi ngakubazalwana.+ IZenzo 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa amaYuda, aba nekhwele,+ athabathela kuwo amadoda athile angendawo kulawo angoongqikana kwindawo yemarike yaye ayila ihlokondiba aza aqala ukwenza isixeko sibe sisaqunge.+ Kwaye ayihlasela indlu kaYason+ efuna ukubazisa kulo igquba.
5 Kodwa amaYuda, aba nekhwele,+ athabathela kuwo amadoda athile angendawo kulawo angoongqikana kwindawo yemarike yaye ayila ihlokondiba aza aqala ukwenza isixeko sibe sisaqunge.+ Kwaye ayihlasela indlu kaYason+ efuna ukubazisa kulo igquba.