-
Mateyu 7:5INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
5 Mhanahanisindini! Khupha kuqala umqadi kwelakho iliso, yaye uya kwandula ke ubone ngokucacileyo indlela yokukhupha udiza elisweni lomzalwana wakho.
-