Mateyu 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko ke zonke izinto abanixelela zona,+ zenzeni, nizigcine, kodwa ningenzi ngokwezenzo zabo,+ kuba bathetha baze bangenzi.
3 Ngoko ke zonke izinto abanixelela zona,+ zenzeni, nizigcine, kodwa ningenzi ngokwezenzo zabo,+ kuba bathetha baze bangenzi.