IZenzo 13:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 nokuba kuzo zonke izinto enaningenakuvakaliswa ningenatyala kuzo ngomthetho kaMoses,+ wonk’ ubani okholwayo uvakaliswa engenatyala ngaye Lowo.+ Roma 3:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 ukuze abonise ubulungisa+ bakhe ngeli xesha langoku, ukuze abe lilungisa kwanaxa emvakalisa elilungisa+ umntu okholwayo kuYesu.
39 nokuba kuzo zonke izinto enaningenakuvakaliswa ningenatyala kuzo ngomthetho kaMoses,+ wonk’ ubani okholwayo uvakaliswa engenatyala ngaye Lowo.+
26 ukuze abonise ubulungisa+ bakhe ngeli xesha langoku, ukuze abe lilungisa kwanaxa emvakalisa elilungisa+ umntu okholwayo kuYesu.