1 Timoti 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen. Hebhere 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngokholo wayishiya iYiputa,+ kodwa engawoyiki umsindo wokumkani,+ kuba waqhubeka eqinile ngokungathi uyambona Lowo ungabonakaliyo.+
17 Ke kaloku kuye uKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ uThixo okuphela kwakhe,+ makubekho imbeko nozuko ngonaphakade kanaphakade.+ Amen.
27 Ngokholo wayishiya iYiputa,+ kodwa engawoyiki umsindo wokumkani,+ kuba waqhubeka eqinile ngokungathi uyambona Lowo ungabonakaliyo.+