Yohane 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Hlalani nimanyene nam, nam ndimanyene nani.+ Kanye njengoko isebe lingenakuzithwalela isiqhamo ngokwalo ngaphandle kokuba lihlale emdiliyeni, ngokufanayo nani aninako, ngaphandle kokuba nihlala nimanyene nam.+ 1 Yohane 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Lowo uthi uhleli emanyene+ naye ubophelelekile ukuba naye ngokwakhe aqhubeke ehamba kanye njengoko yena lowo wahambayo.+ 1 Yohane 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bonke abamanyene+ naye abasiqheliseli isono;+ akukho namnye uqhelisela isono ombonileyo okanye ofikelele ekumazini yena.+
4 Hlalani nimanyene nam, nam ndimanyene nani.+ Kanye njengoko isebe lingenakuzithwalela isiqhamo ngokwalo ngaphandle kokuba lihlale emdiliyeni, ngokufanayo nani aninako, ngaphandle kokuba nihlala nimanyene nam.+
6 Lowo uthi uhleli emanyene+ naye ubophelelekile ukuba naye ngokwakhe aqhubeke ehamba kanye njengoko yena lowo wahambayo.+
6 Bonke abamanyene+ naye abasiqheliseli isono;+ akukho namnye uqhelisela isono ombonileyo okanye ofikelele ekumazini yena.+