Isaya 40:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Phakamiselani amehlo enu phezulu nize nibone. Ngubani na odale ezi zinto?+ NguLowo uzisa umkhosi wazo kanye ngokwenani, uzibiza nangegama xa zizonke.+ Ngenxa yamandla amakhulu,+ kanjalo womelele ngamandla, akukho nanye esalayo. ISityhilelo 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ufanele, Yehova, Thixo wethu, ukwamkela uzuko+ nembeko+ namandla,+ ngenxa yokuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho+ zabakho yaye zadalwa.”+
26 “Phakamiselani amehlo enu phezulu nize nibone. Ngubani na odale ezi zinto?+ NguLowo uzisa umkhosi wazo kanye ngokwenani, uzibiza nangegama xa zizonke.+ Ngenxa yamandla amakhulu,+ kanjalo womelele ngamandla, akukho nanye esalayo.
11 “Ufanele, Yehova, Thixo wethu, ukwamkela uzuko+ nembeko+ namandla,+ ngenxa yokuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho+ zabakho yaye zadalwa.”+