1 Korinte 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke thina samkela, kungekhona umoya+ wehlabathi, kodwa umoya+ ovela kuThixo, ukuze sizazi izinto esizinikwe ngobubele nguThixo.+ 2 Korinte 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ukwabeke netywina+ lakhe kuthi yaye ubeke umqondiso+ woko kuzayo, oko kukuthi, umoya,+ ezintliziyweni zethu. 2 Timoti 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba uThixo akasinikanga moya wabugwala,+ kodwa owamandla+ nowothando nowengqondo ephilileyo.+
12 Ke thina samkela, kungekhona umoya+ wehlabathi, kodwa umoya+ ovela kuThixo, ukuze sizazi izinto esizinikwe ngobubele nguThixo.+
22 Ukwabeke netywina+ lakhe kuthi yaye ubeke umqondiso+ woko kuzayo, oko kukuthi, umoya,+ ezintliziyweni zethu.