IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 17:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ke kaloku ngoxa uPawulos wayebalinde eAthene, wacatshukiswa+ kukubona ukuba isixeko sasizaliswe zizithixo.

  • Roma 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba uThixo, endinikela kuye inkonzo engcwele ngomoya wam ngokunxibelelene neendaba ezilungileyo ezingoNyana wakhe, ulingqina+ lokuba andiyeki ukunikhankanya kwimithandazo yam,+

  • 1 Korinte 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba ngubani na phakathi kwabantu ozaziyo izinto zomntu ngaphandle komoya+ womntu okuye? Ngoko, akukho bani ufikelele ekuzazini izinto zikaThixo, ngaphandle komoya+ kaThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share