Yohane 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+ Galati 3:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Nonke, enyanisweni, ningoonyana+ bakaThixo ngalo ukholo lwenu kuKristu Yesu. 1 Yohane 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Zintanda, ngoku singabantwana bakaThixo,+ kodwa okwangoku akukabonakaliswa oko siya kuba kuko.+ Siyazi kona ukuba xa sukuba ebonakaliswa+ siya kuba njengaye,+ ngenxa yokuba siya kumbona kanye njengoko anjalo.+
12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+
2 Zintanda, ngoku singabantwana bakaThixo,+ kodwa okwangoku akukabonakaliswa oko siya kuba kuko.+ Siyazi kona ukuba xa sukuba ebonakaliswa+ siya kuba njengaye,+ ngenxa yokuba siya kumbona kanye njengoko anjalo.+