Hoseya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Inani loonyana bakaSirayeli liya kuba njengentlabathi yolwandle engenakulinganiswa okanye ibalwe.+ Endaweni yokuba kuthiwe kubo, ‘Aningobantu bam,’+ njengoko bekufudulwa kusitshiwo, kothiwa kubo, ‘Ningoonyana boTHIXO ophilayo.’+ Galati 3:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Nonke, enyanisweni, ningoonyana+ bakaThixo ngalo ukholo lwenu kuKristu Yesu.
10 “Inani loonyana bakaSirayeli liya kuba njengentlabathi yolwandle engenakulinganiswa okanye ibalwe.+ Endaweni yokuba kuthiwe kubo, ‘Aningobantu bam,’+ njengoko bekufudulwa kusitshiwo, kothiwa kubo, ‘Ningoonyana boTHIXO ophilayo.’+