Genesis 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+ 1 Kumkani 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UYuda noSirayeli babebaninzi njengentlabathi yolwandle,+ besidla kwaye besela benemihlali.+
17 ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyandisa imbewu yakho njengeenkwenkwezi zasemazulwini nanjengentlabathi eselunxwemeni lolwandle;+ kwaye imbewu yakho iya kulidla ilifa isango leentshaba zayo.+