Isaya 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba nangona abantu bakho, Sirayeli, beya kungqineka bengangentlabathi yolwandle,+ yintsalela nje eya kubuya phakathi kwabo.+ Intshabalaliso+ ekugqitywe kuyo iya kuba ngumkhukula ngobulungisa,+ Roma 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nangoku kukho intsalela+ yabanyuliweyo+ ngobubele obungasifanelanga.
22 Kuba nangona abantu bakho, Sirayeli, beya kungqineka bengangentlabathi yolwandle,+ yintsalela nje eya kubuya phakathi kwabo.+ Intshabalaliso+ ekugqitywe kuyo iya kuba ngumkhukula ngobulungisa,+