Isaya 28:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndibeka ilitye+ lesiseko eZiyon,+ ilitye elilingiweyo,+ imbombo exabisekileyo+ yesiseko esiqinisekileyo.+ Akukho namnye ubonisa ukholo uya kuphakuzela.+ Roma 9:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Khangela! Ndibeka eZiyon ilitye+ lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka,+ kodwa lowo ukholwayo kulo akayi kudaniswa.”+
16 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndibeka ilitye+ lesiseko eZiyon,+ ilitye elilingiweyo,+ imbombo exabisekileyo+ yesiseko esiqinisekileyo.+ Akukho namnye ubonisa ukholo uya kuphakuzela.+
33 njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Khangela! Ndibeka eZiyon ilitye+ lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka,+ kodwa lowo ukholwayo kulo akayi kudaniswa.”+