1 Timoti 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bayale abo bazizityebi+ kule nkqubo yezinto ukuba bangaziphakamisi,+ bangathembeli kubutyebi obungaqinisekanga,+ kodwa mabathembele kuThixo, osinika zonke izinto ngokobutyebi ukuze sizinandiphe;+
17 Bayale abo bazizityebi+ kule nkqubo yezinto ukuba bangaziphakamisi,+ bangathembeli kubutyebi obungaqinisekanga,+ kodwa mabathembele kuThixo, osinika zonke izinto ngokobutyebi ukuze sizinandiphe;+