Yoweli 2:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuya kuthi wonk’ ubani obiza egameni likaYehova asindiswe;+ kuba eNtabeni yaseZiyon naseYerusalem kuya kubakho abasindileyo,+ kanye njengoko watshoyo uYehova, naphakathi kwabasindayo, kubekho abo ababizayo uYehova.”+ Zefaniya 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ngoko izizwana ndiya kuzinika ukuba zitshintshele kulwimi olusulungekileyo,+ ukuze zonke zibize egameni likaYehova,+ ukuze zimkhonze ngaxhatha linye.’+ IZenzo 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye wonk’ ubani obiza egameni likaYehova uya kusindiswa.”’+
32 Kuya kuthi wonk’ ubani obiza egameni likaYehova asindiswe;+ kuba eNtabeni yaseZiyon naseYerusalem kuya kubakho abasindileyo,+ kanye njengoko watshoyo uYehova, naphakathi kwabasindayo, kubekho abo ababizayo uYehova.”+
9 Kuba ngoko izizwana ndiya kuzinika ukuba zitshintshele kulwimi olusulungekileyo,+ ukuze zonke zibize egameni likaYehova,+ ukuze zimkhonze ngaxhatha linye.’+